LYRICS: Berita Geleza ft. Bongane Sax

LYRICS: Berita – Geleza ft. Bongane Sax

Ndikuthanda naxa uphoxa

Andihambi naxa undidika

Andisuki naxa undigxotha

Andiyiboni enondisusa la Ooooo oooo

Luyageleza uthandolwam kuwe

Luyaphalaza uthandolwam kuwe

Luyageleza uthandolwam kuwe

Luphuma ngenhliziyo ooo ooo

Akekho maniingi endinawo

Akho mail ezondithenga Zatatata Tata tata ooooo

Zatatata Tata Tata ooooo Luyageleza uthandolwam kuwe

Luyaphalaza uthandolwam kuwe

Luyageleza uthandolwam kuwe

Luyaphalaza uthandolwam kuwe

Luyazehlela Luthando lwam kuwe

Luyaziphumela Luthando lwam kuwe

Luyaduduma uthandolwam kuwe

Luyazehlela uthandolwam kuwe Luyabhioza uthando lwami kuwe

Luyachaphaka uthando lwam kuwe

Zatatata Tata tata ooooo

Zatatata Tata Tata ooooo Ooh ohhh

Luyabhioza uthando lwami kuwe

Luphuma ngenhliziyo ooo ooo

Luyachaphaka uthando lwam kuwe

Luphuma ngenhliziyo ooo ooo

Zatatata Tata tata ooooo

Zatatata Tata Tata ooooo Ooh ohhh Ehhhh

Luphuma ngenhliziyo ooo ooo

Luphuma ngenhliziyo ooo ooo

Luphuma ngenhliziyo ooo ooo

Similar Posts:

Author: Admin Boss

Leave a Reply

Your email address will not be published.